Ncedabantu Financial Solutions

Ncedabantu Financial Solutions Accessible and reliable loan services to empower individuals. 073 809 8009 • 071 241 8207. Based In Stutterheim & Grahamstown

Molweni bahlali ndiza ngokunicacisela ngomasingcwabane (Ncedabantu Funeral Services) onethuba evulile inkqubo ikanje*Aba...
19/01/2026

Molweni bahlali ndiza ngokunicacisela ngomasingcwabane (Ncedabantu Funeral Services) onethuba evulile

inkqubo ikanje

*Abantu abayi 3 ukuya kwi 4 yi R80
*Abantu abayi 5 ukuya kwi 7 yi R120
*Abantu abayi 8 ukuya kwi 10 yi R200
AGE LIMIT 84 YEARS
Uba lilungu emva kwenyanga ezi 6

Izinto Ozixhamlayo / Ozifumanayo

*Groceries ye R4000 or R4000 ukuba awuyidingi grocery
*Full tombstone
*Flowers
*R200 Airtime
*Transport (Quantum/7 Seater)

Joining fee (Free)

Ukuba ufuna nkcukacha ezithe vetshe ungatsalela umnxela kwezi nombolo

*0738098009
*0712418207

Okanye ungandwendwela kwi of ofisi zethu next to Truple S (8 Shone street) Stutterheim

Enkosii

Address

8 Shone Street
Stutterheim
4930

Opening Hours

Monday 08:00 - 17:00
Tuesday 08:00 - 17:00
Wednesday 08:00 - 17:00
Thursday 08:00 - 17:00
Friday 08:00 - 17:00
Saturday 08:00 - 13:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ncedabantu Financial Solutions posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share